Dairy ka Khanyisuthando
Am Khanyisuthando
Yebethuna π΄ aniyi support tuu π© le page yam ithi : love & hatred β€οΈ ndanicela plzz ππ zozama drop.a insert after 5 hours πβΉοΈβΉοΈ
khani support.e β€οΈ
edited β€οΈπβ€οΈ
continuation β€οΈ
lwazi π
lwethu : uthi yakthanda . ufuna uktshata . umhleR . yabawelisa . ufuna nijole qha uyonqeneka .. π
mna : π³π³π³π³
Khanyi : πππ
mna : β°οΈβ°οΈπβ°οΈβ°οΈ
lwethu : akuse tense kulendlu .. yemaRn ukutya kuse fridgen keR bethuna coz isfuthufuthu eslapha .. if nizotyana nehlise volume π
Khanyi : mnqundu womtyiwano. π
lwethu : e.hee wen lzi unga fonyozi umntana π
mna : futserk πβ°οΈπ
wasishiya apho keRsana u lolwethu π
π©π
. ndaya kitchen nda fudumeza ukutya kwam nokuka Khanyi .. ndaya kuye e luonge β€οΈ.. ndamnika
mna : u lolwethu ebenyanisile
Khanyi : I know π
me : so uthin ngalonto ??
Khanyi : πππ³π
ndavele ndamthi swahlalala nge kiss β€οΈ we kissed for 10 minutes
- jonga seni tyana kwakule sofa sihlala kuyo -
mna : lolwethu why unje π©
lwethu : ndinjjn π??
mna : uyaphapha π
lwethu : ndifuzile
mna : mnqundu kewen ππ
π
lwethu: ulwa ngathi ubuzo phiwa ikuku ππ³
mna: nguban othi anzo phiwa
lwethu : utsho ??π
Khanyi : good night everyone niyandozelisa π΄
lwethu: ngulo ebezokupha ikuku ??
mna : khona omnye or uya volunteer π€¨
lwethu : sazbaseli keRsana π
me : ndaku phahlaza ngempama β
lwethu: ungabaseleki !!! π
Khanyi : kuhlala kunje keHok kulomzi ππ·
lwethu: haii qha ubraH mfonyozi uzibasela kakhul phambi kwakho πβ°οΈ
me: jonga Khanyi if ufile u lolwethu 2day uyaz ubulewe ndim π³β°οΈ
lwethu: caba yakoyika mna ππ
khanyi : yebathuna masiyolalani (wacima iTv)ngoba niyozela nina ππ
me:yeah masamben ngoba zaybetha le qeqa
lwethu: Gudnyt β€οΈ Khanyi .. mnqundu wakho taR fonyi β
khanyi: Gudnyt β€οΈ
mna : utsho lowakho moc π
Khanyi: masambe (enditsala)
sahamba safika roomin .. wakhulula wanxiba tracksuit yam π³ wangena ebedin .. twhiiiiiiiii uya e thongo land π΄π΄π΄π΄π΄
Gyz I cant continue cz ani like ani comment I will wait till 100 like and 20 comment try gyz sifikelele ndizokwaz banomdla walento ndiyenzayo ππ ba nithul anzobanawo umdla wobhala cz ngath akhobantu kule page πππππ²
I'm tired of silent readers abantu abavele bafunde balike Banga comenti guys let me know what you expect klk pha kwi comments
uKhanyi ajole no lwazi ??
I'll be editing insert 4 after 5 comments keR π.. Plzz niphendule
insert 4
khanyisuthando β€οΈ
sahamba safika kuhle shame saya roomin ka lzi ku clean and beautiful β€οΈ ndahlala bedin yakhe π
me: kuhle shame βΌοΈ
lzi : yayaz klk ,π£
me: masambe sothatha uniform yam
lzi : ulibele ikum klk βΌοΈ
me: am lambile π₯Ί
lzi : asambe sotya
me : mandi phakanyiswe π
lzi : soze π
me: pepeke mamaka π©
lzi : tefingz π©
me: phakamisa alok
wand funqula , saya downstairs fika kukho lil'cc yakhe π ena 15 I think
me:ello
her:hey .. ndingu lolwethu
me : ndingu kha.......
lwethu : khanyisuthando , I know lo bhut hlale thetha ngawe π£
ndamjonga ulzi
me:caba uthin ngamnπ
her: uthii ,. yakthanda,...,
apha kule page we have 253 likeRs but only 40-35 like and 2-1 comment π© lonto yenza ndingabina mdla walento ndiyenzayo π,π
let's vote : ndiyiyeke le pageπ₯Ίor no qalisa patisipater
Click here to claim your Sponsored Listing.
Category
Telephone
Website
Address
Durban
1777
